1
KWABASEKORINTE I 7:5
IZIBHALO EZINGCWELE
Musani ukwala ukuhlangana, ningathanga nibe nivumelene okomzuzwana, ukuze ke nibe nethuba lokuzila ukudla nelokuthandaza; nibuye nihlangane ndawonye, ukuze anganihendi uSathana ngenxa yentswela-kuzeyisa kwenu.
Compare
Explore KWABASEKORINTE I 7:5
2
KWABASEKORINTE I 7:3-4
Indoda mayimenzele okumfaneleyo umfazi wayo; enjenjalo ke nomfazi endodeni yakhe. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba, yindoda enalo; kwangokunjalo ke, nendoda ayinagunya kowayo umzimba, ngumfazi onalo.
Explore KWABASEKORINTE I 7:3-4
3
KWABASEKORINTE I 7:23
Nathengwa ngexabiso; musani ukuba ngamakhoboka abantu.
Explore KWABASEKORINTE I 7:23
Home
Bible
Plans
Videos