1
KAYOHANE I 5:14
IZIBHALO EZINGCWELE
Kuko oku ukungafihlisi esinako kuye: ukuba sithi sicele into ngokokuthanda kwakhe, uyasiva.
Compare
Explore KAYOHANE I 5:14
2
KAYOHANE I 5:15
Ukuba siyazi okokuba uyasiva esisukuba sikucela, siyazi ukuba sinazo izinto ezicelwayo, esizicelileyo kuye.
Explore KAYOHANE I 5:15
3
KAYOHANE I 5:3-4
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe. Ngokuba konke okuzelweyo nguThixo kuyaleyisa ihlabathi; lulo ke olu uloyiso oluleyisayo ihlabathi, ukholo lwethu.
Explore KAYOHANE I 5:3-4
4
KAYOHANE I 5:12
Lowo unaye uNyana, unabo ubomi; lowo ungenaye uNyana kaThixo, akanabo ubomi.
Explore KAYOHANE I 5:12
5
KAYOHANE I 5:13
Ndinibhalele ezi zinto, nina nikholwayo kwigama loNyana kaThixo, ukuze nazi ukuba ninobomi obungunaphakade, nokuze nikholwe kwigama loNyana kaThixo.
Explore KAYOHANE I 5:13
6
KAYOHANE I 5:18
Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo àboni; usuke athi lowo wazalwayo nguThixo azigcine, aze ongendawo angamchukumisi.
Explore KAYOHANE I 5:18
Home
Bible
Plans
Videos