1
IEKSODUS 13:21-22
IZIBHALO EZINGCWELE
UYehova wahamba phambi kwabo ngomqulu welifu emini, ebakhokela ngendlela; ngomqulu womlilo ebusuku, ebakhanyisela, ukuze bahambe imini nobusuku. Awusukanga umqulu welifu emini, nomqulu womlilo ebusuku, phambi kwabantu.
Compare
Explore IEKSODUS 13:21-22
2
IEKSODUS 13:17
Kwathi, akubandulula uFaro abantu, uThixo àkabakhokela ngendlela yelizwe lamaFilisti, nakuba ibimfutshane yona: kuba wathi uThixo, hleze abantu bazohlwaye bakubona imfazwe, babuyele eYiputa.
Explore IEKSODUS 13:17
3
IEKSODUS 13:18
UThixo wabazungulezisa abantu ngendlela yentlango yoLwandle oluBomvu.• Banyuka bexhobile oonyana bakaSirayeli, bevela ezweni laseYiputa.
Explore IEKSODUS 13:18
Home
Bible
Plans
Videos