1
KUMAHEBHERE 1:3
IZIBHALO EZINGCWELE
othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yokusihlambulula ezonweni, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni
Compare
Explore KUMAHEBHERE 1:3
2
KUMAHEBHERE 1:1-2
UThixo wayethethile nje kudala ngeendawo ezininzi, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo abaprofeti, uthethe ngale mihla yokugqibela kuthi ngoNyana; awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke
Explore KUMAHEBHERE 1:1-2
3
KUMAHEBHERE 1:14
Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?
Explore KUMAHEBHERE 1:14
4
KUMAHEBHERE 1:10-11
Abuye athi, Ekuqalekeni, wena Nkosi, waliseka ihlabathi, Nalo izulu lingumsebenzi wezandla zakho; Wona aya kutshabalala, ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala
Explore KUMAHEBHERE 1:10-11
Home
Bible
Plans
Videos