1
KUMAHEBHERE 3:13
IZIBHALO EZINGCWELE
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla, ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Compare
Explore KUMAHEBHERE 3:13
2
KUMAHEBHERE 3:12
Lumkani, bazalwana, hleze kubekho kubani wenu intliziyo engendawo, engakholwayo, enokumka kuThixo ophilileyo
Explore KUMAHEBHERE 3:12
3
KUMAHEBHERE 3:14
Kuba siba ngamabelána ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni
Explore KUMAHEBHERE 3:14
4
KUMAHEBHERE 3:8
Musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu, Njengasengcaphukisweni, ngomhla wolingo entlango
Explore KUMAHEBHERE 3:8
5
KUMAHEBHERE 3:1
Ndithi ngoko, bazalwana bangcwele, mabelána ngobizo lwasemazulwini, mondeleni uMpostile, uMbingeleli oMkhulu wovumo lwethu, uKristu Yesu
Explore KUMAHEBHERE 3:1
Home
Bible
Plans
Videos