1
KUMAHEBHERE 6:19
IZIBHALO EZINGCWELE
ithemba ke esinalo ngokwaeankile• yomphefumlo, linqabile, likwaqinile, lingena liye ngaphaya kwesikhuselo
Compare
Explore KUMAHEBHERE 6:19
2
KUMAHEBHERE 6:10
kuba akanantswela-bulungisa uThixo, ukude awulibale umsebenzi wenu, nomzamo wothando enalubonakalalisa kulo igama lakhe, nabalungiseleláyo nje abangcwele, nisamana nibalungiselela.
Explore KUMAHEBHERE 6:10
3
KUMAHEBHERE 6:18
ukuze kuthi, ngezinto ezimbini ezingenakuguquleka, angenako ukuxoka ngazo uThixo, sithi thina, bàsindileyo, sàbamba ithemba elibekwe phambi kwethu, síbe novuselelo olunamandla
Explore KUMAHEBHERE 6:18
4
KUMAHEBHERE 6:1
Endithi ngoko, masithi, siyeka elengqalo ilizwi elithetha ngoKristu, siqhubele kwelokukhula; singàbuyi siseke ngeloguquko emisebenzini efileyo, nokukholwa kuThixo
Explore KUMAHEBHERE 6:1
Home
Bible
Plans
Videos