1
UISAYA 12:2
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabona, uThixo ukukusindiswa kwam; ndikholosile, andikwantyi; ngokokuba iqhayiya lam nengoma yam nguYa, nguYehova obuye waba lusindiso kum.
Compare
Explore UISAYA 12:2
2
UISAYA 12:3
Ngoko ke niya kukha amanzi ninemihlali emithonjeni yosindiso
Explore UISAYA 12:3
3
UISAYA 12:5
Mbetheleni uhadi uYehova; ngokuba enzé ngobungangamsha; makwazeke oko ehlabathini lonke.
Explore UISAYA 12:5
4
UISAYA 12:4
nithi ngaloo mini, Bulelani kuYehova, nqulani igama lakhe, zaziseni ezizweni izenzo zakhe, izenzo zakhe ezincamisayo; likhankanyeni igama lakhe ukuba liyingxonde.
Explore UISAYA 12:4
5
UISAYA 12:1
Ùya kuthi wena ngaloo mini, Ndiyabulela kuwe, Yehova, ngokokuba ubundiqumbele, waza wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela wena.
Explore UISAYA 12:1
6
UISAYA 12:6
Tsholoza umemelele, wena mmi waseZiyon; ngokuba mkhulu phakathi kwakho oyiNgcwele kaSirayeli.
Explore UISAYA 12:6
Home
Bible
Plans
Videos