1
UISAYA 23:18
IZIBHALO EZINGCWELE
lube ngcwele kuYehova urhwebo lwayo notsheqo lwayo; aluyi kubekwa, aluyi kuqwetywa; kuba urhwebo lwayo luya kuba lolwabahleli phambi koYehova, ukuze badle bahluthe, nokuze bambathe ngokobunene.
Compare
Explore UISAYA 23:18
2
UISAYA 23:9
Icetywé nguYehova wemikhosi, ukuba angcolise ubungangamsha bamakhazikhazi onke, ukuba acukuceze bonke abazukileyo behlabathi.
Explore UISAYA 23:9
3
UISAYA 23:1
Isihlabo esisingisele kwiTire. Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe, ngokuba ibhuqiwe, akwabakho ndlu, akwabakho kungena. Bakutyhilelwe ezweni lamaKiti.
Explore UISAYA 23:1
Home
Bible
Plans
Videos