1
UMARKO 10:45
IZIBHALO EZINGCWELE
kuba noNyana woMntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.
Compare
Explore UMARKO 10:45
2
UMARKO 10:27
Óndele ke kubo uYesu, uthi, Kubantu akunakwenzeka; kuye yena uThixo akunakuba kungenzeki; kuba zonke izinto zinako ukwenzeka kuye uThixo.
Explore UMARKO 10:27
3
UMARKO 10:52
Wathi ke uYesu kuyo, Hamba uhambe; ukholo lwakho lukusindisile. Yabona kwaoko, yamlandela uYesu endleleni apho.
Explore UMARKO 10:52
4
UMARKO 10:9
Oko ke ngoko uThixo akumanyileyo, makungahlulwa mntu.
Explore UMARKO 10:9
5
UMARKO 10:21
Uthe ke uYesu, ondele kuye, wamthanda, wathi kuye, Kukho nto-nye uyisweleyo: hamba uye kuthengisa ngeento zonke onazo, uphe amahlwempu, woba nobutyebi ke emazulwini; yiza ke undilandele, uwuthwele umnqamlezo.
Explore UMARKO 10:21
6
UMARKO 10:51
Aphendule athi kuyo uYesu, Uthanda ukuba ndikwenzele ntoni na? Yathi ke imfama kuye, Rabhoni,• ndithanda ukuba ndibone.
Explore UMARKO 10:51
7
UMARKO 10:43
Ze kungabi njalo ke phakathi kwenu nina; osukuba efuna ukuba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu
Explore UMARKO 10:43
8
UMARKO 10:15
Inene ndithi kuni, Othe akabamkela ubukumkani bukaThixo njengomntwana, akayi kukha angene kubo.
Explore UMARKO 10:15
9
UMARKO 10:31
Ke baninzi abokuqala abaya kuba ngabokugqibela, nabokugqibela abaya kuba ngabokuqala.
Explore UMARKO 10:31
10
UMARKO 10:6-8
kodwa kwasekuqalekeni kokudalwa, uThixo wabenza bayindoda nenkazana. Ngenxa yoko umntu uyakushiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe; baze abo babini babe nyama-nye. Ngako oko, àbasebabini, banyama-nye.
Explore UMARKO 10:6-8
Home
Bible
Plans
Videos