Hayi, uyolo lomntu ofumene ubulumko, Lomntu ozuze ingqondo!
Kuba lulungile urhwebo lwabo ngaphezu korhwebo lwesilivere,
Nongeniselo lwabo ngaphezu kwegolide embiweyo.
Bunqabile bona ngaphezu kwekorale,•
Nezinto zakho zonke ezinqwenelekayo azilingani nabo.