1
IINDUMISO 112:7
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Àkoyikiswa ziindaba ezimbi; Iqinisekile intliziyo yakhe, ikholose ngoYehova.
Compare
Explore IINDUMISO 112:7
2
IINDUMISO 112:1-2
Haleluya! Hayi, uyolo lomntu omoyikayo uYehova, Oyinoneleleyo kunene imithetho yakhe! Iya kuba nobugorha ehlabathini imbewu yakhe; Isizukulwana sabathe tye sisikelelwe.
Explore IINDUMISO 112:1-2
3
IINDUMISO 112:8
Izimasekile intliziyo yakhe, akoyiki; Úya kuda ababonele ababandezeli bakhe.
Explore IINDUMISO 112:8
4
IINDUMISO 112:4
Baphunyelwa kukukhanya ebumnyameni abathe tye, Benobabalo, nemfesane, nobulungisa.
Explore IINDUMISO 112:4
5
IINDUMISO 112:5
Unoyolo umntu obabalayo, aboleke; Uya kuyimisa intetho yakhe ematyaleni.
Explore IINDUMISO 112:5
6
IINDUMISO 112:6
Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Uya kuba lilungisa elikhunjulwa ngonaphakade.
Explore IINDUMISO 112:6
Home
Bible
Plans
Videos