1
IINDUMISO 49:20
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke umntu onobuhandiba, abe engaqondi, Ufana neenkomo ezi zitshabalalayo.
Compare
Explore IINDUMISO 49:20
2
IINDUMISO 49:15
Kodwa uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni selabafileyo, Ngokuba eya kundithabatha. (Phakamisani.)
Explore IINDUMISO 49:15
3
IINDUMISO 49:16-17
Musa ukoyika, yakuba sisityebi indoda, Bakwànda ubuqaqawuli bendlu yayo: Ngokuba ekufeni kwayo ayiyi kuthabatha nento, Aluyi kuhla emva kwayo uzuko lwayo.
Explore IINDUMISO 49:16-17
Home
Bible
Plans
Videos