1
IINDUMISO 58:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Athi umntu, Inene, ilungisa linesiqhamo; Inene, úkho uThixo ogwebayo ehlabathini.
Compare
Explore IINDUMISO 58:11
2
IINDUMISO 58:3
Abangendawo baphambukile kwasesizalweni; Bandwendwile kwasesiswini abathethi bamanga.
Explore IINDUMISO 58:3
3
IINDUMISO 58:1-2
Yinene na kodwa ukuba nithetha ubulungisa, nina bothixo? Nigweba oonyana babantu ngokuthe tye? Hayi, entliziyweni nenza ngobugqwetha; Ezweni nilinganisela ukugonyamela kwezandla zenu.
Explore IINDUMISO 58:1-2
Home
Bible
Plans
Videos