1
IINDUMISO 92:12-13
IZIBHALO EZINGCWELE
Amalungisa aya kudubula njengesundu, Aya kukhula njengomsedare• weLebhanon. Etyelwe nje endlwini kaYehova, Aya kutyatyamba ezintendelezweni zoThixo wethu.
Compare
Explore IINDUMISO 92:12-13
2
IINDUMISO 92:14-15
Aya kuhluma eselenezimvi, Aya kuba etyebile, eluhlaza; Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova, Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.
Explore IINDUMISO 92:14-15
Home
Bible
Plans
Videos