1
IINDUMISO 94:19
IZIBHALO EZINGCWELE
Ebuninzini beengcinga-ngcinga zam ngaphakathi kwam, Iintuthuzelo zakho ziyawuyolisa umphefumlo wam.
Compare
Explore IINDUMISO 94:19
2
IINDUMISO 94:18
Ukuba ndithi, Lwatyibilika unyawo lwam, Isuka inceba yakho, Yehova, indixhase.
Explore IINDUMISO 94:18
3
IINDUMISO 94:22
Kanti ke uYehova uyingxonde kum, UThixo wam liliwa endizímela ngalo.
Explore IINDUMISO 94:22
4
IINDUMISO 94:12
Hayi, uyolo lwendoda oyithethisayo, Yehova, Oyifundisayo ngomyalelo wakho
Explore IINDUMISO 94:12
5
IINDUMISO 94:17
Koko uYehova abe luncedo lwam, Umphefumlo wam unge uhle msinya, waya apho kuthiwa cwaka khona.
Explore IINDUMISO 94:17
6
IINDUMISO 94:14
Ngokuba uYehova akabalahli abantu bakhe, Akalishiyi ilifa lakhe.
Explore IINDUMISO 94:14
Home
Bible
Plans
Videos