1
IINDUMISO 96:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Compare
Explore IINDUMISO 96:4
2
IINDUMISO 96:2
Vumani kuYehova, bongani igama lakhe, Shumayelani iimini ngeemini iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe.
Explore IINDUMISO 96:2
3
IINDUMISO 96:1
Vumani kuYehova ingoma entsha, Vumani kuYehova, nonke hlabathi.
Explore IINDUMISO 96:1
4
IINDUMISO 96:3
Balisani ezintlangeni uzuko lwakhe, Balisani ezizweni zonke imisebenzi yakhe ebalulekileyo
Explore IINDUMISO 96:3
5
IINDUMISO 96:9
Mnquleni uYehova, nivethe ezingcwele, Thuthumelani phambi kwakhe, nonke hlabathi.
Explore IINDUMISO 96:9
Home
Bible
Plans
Videos