1
ISITYHILELO 2:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Noko ke ndinale nto ngakuwe, yokuba uthando lwakho lokuqala walushiyayo.
Compare
Explore ISITYHILELO 2:4
2
ISITYHILELO 2:5
Khumbula ngoko apho uwé usuka khona, uguquke, wenze imisebenzi yokuqala; okanye ndoza kuwe kamsinya, ndisishenxise isiphatho sesibane sakho endaweni yaso, ukuba akuthanga uguquke.
Explore ISITYHILELO 2:5
3
ISITYHILELO 2:10
Musa ukoyika nabunye ubunzima oza kubuva. Yabona, uMtyholi uza kuyiphosa inxenye yenu entolongweni, ukuze nilingwe: niya kuba nembandezelo imihla elishumi; thembeka kude kube sekufeni, ndokunika isithsaba sobomi.
Explore ISITYHILELO 2:10
4
ISITYHILELO 2:7
Lowo unendlebe, makayive into ayithethayo uMoya kuwo amabandla. Lowo weyisayo ndiya kumnika ukuthi adle kumthi wobomi, ophakathi kweParadisi• kaThixo.
Explore ISITYHILELO 2:7
5
ISITYHILELO 2:2
Ndiyayazi imisebenzi yakho, nokubulaleka kwakho, nomonde wakho, nokuba ungenako ukubathwala abanobubi; nokuba wabalinga abathi bangabapostile,• bengengabo, wabafumana bengamaxoki.
Explore ISITYHILELO 2:2
6
ISITYHILELO 2:3
Ùthwele, unomonde; uthe ngenxa yegama lam wabulaleka, akwadinwa.
Explore ISITYHILELO 2:3
7
ISITYHILELO 2:17
Lowo unendlebe makayive into ayithethayo uMoya kuwo amabandla. Lowo weyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuyo imana efihlakeleyo, ndimnike ilitye elimhlophe; elityeni apho ke igama elitsha libhaliwe, lingàziwa bani ingenguye olamkelayo.
Explore ISITYHILELO 2:17
Home
Bible
Plans
Videos