1
1 KWABASEKORINTE 8:6
IBHAYIBHILE
kuthi mnye uThixo. Yena nguThixo uYise owadala izinto zonke, esikholo yena thina. Inye kuthi neNkosi. Yona nguYesu Krestu, ezabakho ngaye zonke izinto, esikho ngaye nathi.
Compare
Explore 1 KWABASEKORINTE 8:6
2
1 KWABASEKORINTE 8:1-2
Ke ngoku malunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa *izithixo: Kakade sonke “sinolwazi,” njengoko kusitshiwo, kodwa olu “lwazi” lungenza ukuba umntu akhukhumale, kanti uthando lona luyakha. Umntu oba unolwazi, okunene akakabi nalo ulwazi olululo.
Explore 1 KWABASEKORINTE 8:1-2
3
1 KWABASEKORINTE 8:13
Ngenxa yale nto ke ndithi: Ukuba ukutya kuyamkhubekisa umwethu, andisayi kutya nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umwethu.
Explore 1 KWABASEKORINTE 8:13
4
1 KWABASEKORINTE 8:9
Nakuba kunjalo ke lumkani, hleze ilungelo lenu lokutya nayiphi na inyama libe sisikhubekiso kwabo bangekakhululeki ezithetheni.
Explore 1 KWABASEKORINTE 8:9
Home
Bible
Plans
Videos