1
1 KWABASETESALONIKA 3:12
IBHAYIBHILE
Yanga ingalukhulisa iNkosi uthando eninalo luphuphume, nithandane, nithande naye wonke ubani, kanye ngale ndlela ndinithanda ngayo mna.
Compare
Explore 1 KWABASETESALONIKA 3:12
2
1 KWABASETESALONIKA 3:13
Ngamana iNkosi inganomeleza ngolu thando, ukuze xa nimi phambi koThixo uYise, nifunyanwe ninyulu, ningenabala ekufikeni kweNkosi uYesu, inabo bonke abo bamanywe nayo.
Explore 1 KWABASETESALONIKA 3:13
3
1 KWABASETESALONIKA 3:7
Kuzo zonke ke ngoko iinkxwaleko neenzingo zam, ukholo lwenu, mawethu, luyandikhuthaza.
Explore 1 KWABASETESALONIKA 3:7
Home
Bible
Plans
Videos