1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 10:34-35
IBHAYIBHILE
UPetros wathetha wenjenje: “Ngenene ndiyaqonda ngoku ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu. Nabani na, nokuba ngowaluphi na uhlanga, ukuba uyamhlonela uThixo, esenza okulungileyo, wamkelekile kuye.
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 10:34-35
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 10:43
Bâthetha ngaye bonke *abashumayeli besithi wonke umntu ozinikelayo kuye uxolelwa izono zakhe ngamandla egama lakhe.”
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 10:43
Home
Bible
Plans
Videos