1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3
IBHAYIBHILE
Ekuyikhonzeni kwabo iNkosi, bezila ukutya, uMoya oyiNgcwele wathi kubo: “Ndikhetheleni uBharnabha noSawule, ukuze benze umsebenzi endibabizele wona.” Ngoko ke bazila ukutya bathandaza, bababeka izandla, baza babandulula.
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39
Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:47
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi: “ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga, ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’ ”
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:47
Home
Bible
Plans
Videos