1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:35
IBHAYIBHILE
Ndinibonisile ngeendlela zonke ukuba sifanele ukusebenza nzima, ukuze sincede nabo bahluphekileyo, siwakhumbula amazwi eNkosi athi: ‘Kuluyolo ukupha ngaphezu kokuphiwa.’ ”
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:35
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24
Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:28
Zilumkeleni nina ngokwenu, niwulumkele nawo umhlambi athe uMoya oyiNgcwele wanibeka phezu kwawo. Yibani ngabelúsi bebandla likaThixo, athe walizuza ngegazi lowakhe uNyana.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:28
4
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32
“Ngoko ke ndiyambongoza uThixo ukuba makanikhusele. Uya kunakha ngodaba lwesisa sakhe, olunamandla okunenza nilixhamle ilifa kunye nabo bonke abantu bakhe.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32
Home
Bible
Plans
Videos