1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:16
IBHAYIBHILE
Ndibe ke ndizama kangangoko ndinako ukuba ndihlale ndingenasazela nganto phambi koThixo naphambi kwabantu.
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:16
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:25
Kodwa wahambisa uPawulos echaza ngokuziphatha kakuhle, ukuzeyisa, nangomhla womgwebo, uFelekis watsho woyika wathi: “Ungakhe umke ngoku; ndiya kuphinda ndikubize xa ndinethuba.”
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:25
Home
Bible
Plans
Videos