1
KUMAHEBHERE 8:12
IBHAYIBHILE
Ndiya kubenzela inceba kwizikreqo zabo, ndingabi sazikhumbula iziphoso zabo.’ ”
Compare
Explore KUMAHEBHERE 8:12
2
KUMAHEBHERE 8:10
‘Nguwo lo ke umnqophiso endiya kuwenza namaSirayeli kwimihla ezayo,’ itsho iNkosi: ‘Ndoyifaka ezingqondweni zabo imiyalelo yam, ndiyishicilele ezintliziyweni zabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.
Explore KUMAHEBHERE 8:10
3
KUMAHEBHERE 8:11
Abayi kuba safundisana ngam elowo umntakwabo, elowo ummelwane wakhe, besithi: “Yazini iNkosi;” kuba bonke baya kundazi ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu.
Explore KUMAHEBHERE 8:11
4
KUMAHEBHERE 8:8
Kodwa ke uThixo uyabagxeka; uthi: “ ‘Kuza imihla,’ itsho iNkosi, ‘apho ndiya kwenza umnqophiso omtsha namaSirayeli kunye nabantu bakwaJuda.
Explore KUMAHEBHERE 8:8
5
KUMAHEBHERE 8:1
Nguwo lo ke umongo wentetho yam: Sinongako ke ukuba mkhulu umbingeleli, ohleli ewongeni kunye neNgangalala yezulu!
Explore KUMAHEBHERE 8:1
Home
Bible
Plans
Videos