1
EKAYAKOBI 5:16
IBHAYIBHILE
Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.
Compare
Explore EKAYAKOBI 5:16
2
EKAYAKOBI 5:13
Ukuba kukho umntu osenkathazweni, makathandaze. Ukanti xa umntu evuya, makahlabele ingoma adumise.
Explore EKAYAKOBI 5:13
3
EKAYAKOBI 5:15
Lo mthandazo uphuma elukholweni uya kumnyanga umntu ogulayo, iNkosi imbuyisele empilweni, zithi nezono azenzileyo zixolelwe.
Explore EKAYAKOBI 5:15
4
EKAYAKOBI 5:14
Xa umntu egula, makabize amadoda amakhulu ebandla; wona aya kumthandazela, amthambise ngeoyile egameni leNkosi.
Explore EKAYAKOBI 5:14
5
EKAYAKOBI 5:20
qinisekani ngale ndawo: Nabani na oguqula umoni olahlekayo usindise umphefumlo ekufeni, watsho kwaxolelwa izono ezininzi.
Explore EKAYAKOBI 5:20
Home
Bible
Plans
Videos