1
IINDUMISO 34:18
IBHAYIBHILE
UNdikhoyo ukufuphi nâbo badakumbileyo, ebaphakamisa abo baphelelwe lithemba.
Compare
Explore IINDUMISO 34:18
2
IINDUMISO 34:4
Ndazibika kuNdikhoyo waza wandiva, wandikhulula kuko konke ukoyika kwam.
Explore IINDUMISO 34:4
3
IINDUMISO 34:19
Zininzi iingxaki ezivelela ilungisa, kodwa uyalikhulula kuzo zonke uNdikhoyo
Explore IINDUMISO 34:19
4
IINDUMISO 34:8
Khanibuxhamle ububele bukaNdikhoyo; ngenene unoyolo umntu othembela ngoNdikhoyo!
Explore IINDUMISO 34:8
5
IINDUMISO 34:5
Abacinezelweyo bathembela kuNdikhoyo, bagcobe; ewe, abasayi kuze badakumbe bona.
Explore IINDUMISO 34:5
6
IINDUMISO 34:17
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye, awakhulule kuzo zonke iinzima zawo.
Explore IINDUMISO 34:17
7
IINDUMISO 34:7
Bonke abahlonela uNdikhoyo isithunywa sakhe siyabakhusela, sibahlangule.
Explore IINDUMISO 34:7
8
IINDUMISO 34:14
makahlukane nobubi, enze okulungileyo; makaphuthume uxolo, ahlale kulo.
Explore IINDUMISO 34:14
9
IINDUMISO 34:13
makazilumle ekuthetheni kakubi, ayeke ukuthetha ubuxoki
Explore IINDUMISO 34:13
10
IINDUMISO 34:15
Kaloku uNdikhoyo uwalusile amalungisa, uyayiva imithandazo yawo
Explore IINDUMISO 34:15
11
IINDUMISO 34:3
Mbongeni uNdikhoyo, kunye nam; masilidumise kunye igama lakhe.
Explore IINDUMISO 34:3
Home
Bible
Plans
Videos