1
IINDUMISO 36:9
IBHAYIBHILE
Wena ulithende lobomi; ngokhanyiso lwakho sibona ukukhanya.
Compare
Explore IINDUMISO 36:9
2
IINDUMISO 36:7
Hayi izibele zakho, Thixo, ebantwini! Oonyana babantu bazimela phantsi kwephiko lakho.
Explore IINDUMISO 36:7
3
IINDUMISO 36:5
Kodwa zona izibele zakho, Ndikhoyo, ziye kuthi gaa ngamazulu, nentembeko yakho yaya kuthi ngqu ngamafu.
Explore IINDUMISO 36:5
4
IINDUMISO 36:6
Ukulunga kwakho akugungqi, kunjengentaba; zinzulu njengolwandle zona izigqibo zakho. Uyabanakekela abantu nezilo, wena Ndikhoyo.
Explore IINDUMISO 36:6
Home
Bible
Plans
Videos