1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa kuyanikwa kwabanye ngabanye ukubonakaliswa KWOMOYA kube kukuncedwa.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:7
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:27
Kekaloku nina ningumzimba ka‐Kristu, namalungu omnye ngomnye.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:27
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:26
Kanjalo nokuba kuyeva intlungu ilungu linye, kuyeva intlungu onke amalungu kunye nalo; nokuba kuyenzelwa ubungcwalisa ilungu linye, kuyavuya onke amalungu kunye nalo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:26
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:8-10
Ngokuba kunikwa komnye ngaye UMOYA ilizwi lobulumko; nakomnye ilizwi lokwazi ngokwalowo UMOYA; nakomnye ukolo ngalowo UMOYA; nakomnye izipiwo zokupilisa ngalowo UMOYA; nakomnye amasebenzi emimangaliso; nakomnye isiprofitesho; nakomnye ukwahlula omoya; nakomnye intlobo ngentlobo zenteto: nakomnye ukukumsha inteto
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:8-10
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:11
kodwa zonke ezi uyazenza oyena mnye UMOYA okwa nguye lowo, ebabela bonke abanye ngabanye njangokuba evuma.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:11
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:25
ukuze kungabiko impambano emzimbeni, koko ati amalungu afane ukukatalelana kwawo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:25
7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:4-6
Kuko izipiwo ngezipiwo, kodwa UMOYA okwa mnye. Kuko nezikonzo ngezikonzo, NENKOSI ekwa nye. Kuko namasebenzi ngamasebenzi, kodwa NGUTIXO okwa mnye okwenzayo konke kubo bonke.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:4-6
8
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:28
Kanjako abanye UTIXO ubabekile eṙementeni, ngokwokuqala abapostile, ngokwesibini abaprofite, ngokwesitatu abafundisi, emva kwoko imimangaliso, kamva izipiwo zokupilisa, intsizo, impato, intlobo ngentlobo zenteto.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:28
9
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:14
Ngokuba kanjalo umzimba ungelilo ilungu nye, ungawo amaninzi.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:14
10
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:22
Ewe kakulu ngakumbi ke lomalungu omzimba anga abutataka ngapezu kwamanye ayafuneka
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:22
11
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:17-19
Ukuba umzimba upela ubuliliso, bekuya kuba pina ukuva? Ukuba wona upela ubukukuva, bekuya kuba pina ukujoja? Kodwa kaloku amalungu UTIXO uwabekile onke amanye ngamanye emzimbeni, njengokuba ebetanda. Kanjako ukuba wona onke ebelilo ilungu nye, ubuya kuba pina umzimba?
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:17-19
Home
Bible
Plans
Videos