1
Eyokuqala ka‐Samyali 12:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
kodwa yoyikani UYEHOVA, nimkonze yena ngenyaniso ngayo yonke intliziyo yenu; ngokuba gqalani izinto ezingakanana azenzileyo kuni.
Compare
Explore Eyokuqala ka‐Samyali 12:24
2
Eyokuqala ka‐Samyali 12:22
Ngokuba UYEHOVA engayi kulahla abantu bake, ngenxa yegama lake elikulu; ngokuba UYEHOVA ebetanda ukunenza abantu bake.
Explore Eyokuqala ka‐Samyali 12:22
3
Eyokuqala ka‐Samyali 12:20
Waza u‐Samyali wati ebantwini: Ningoyiki; niyenzile kambe yonke lenkohlakalo; noko ke ningapambuki ekumlandeleni UYEHOVA, kodwa konzani UYEHOVA ngayo yonke intliziyo yenu
Explore Eyokuqala ka‐Samyali 12:20
4
Eyokuqala ka‐Samyali 12:21
ize ningapambuki; ngokuba beniya kulandela izinto ezingendawo, ezingenakunceda, ezingenakusindisa nokusindisa; ngokuba zingendawo.
Explore Eyokuqala ka‐Samyali 12:21
Home
Bible
Plans
Videos