1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nangapandle kwokupikwa inkulu imfihlakalo yobubedesho: UTIXO wabonakaliswa enyameni, wagwetyelwa emoyeni, wabonwa zingelosi, washunyayelwa pakati kwabaheyideni, kwakolwa kuye elizweni, wenyuselwa pezulu ebungcwaliseni.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:2
Kekaloku ongumlindi ufanele ukuba abe ngongenakukalazelwa, abe yindoda yomfazi mnye, abe yinca̔tu, abe nobutelekelelo, abe nokumila okufanelekileyo, abe ngumbuki wabasemzini, abe elungele ukufundisa
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:2
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:4
epata kakuhle eyake indlu, enabantwana bake besekululameleni ndawonye nokuzibeka konke
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:4
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:12-13
Abakonzi mababe ngamadoda omfazi mnye, bepata kakuhle ababo abantwana nezabo izindlu. Ngokuba abo balungisileyo ukwenza umsebenzi wabakonzi bezizuzela isimo esilungileyo, nenkalipo enkulu elukolweni olukuye u‐Kristu Yesu.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:12-13
Home
Bible
Plans
Videos