1
Izenzo zabapostile 10:34-35
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza u‐Petrosi wavula umlomo, wati: Ngokwenyaniso ndiyaqiqa okokuba UTIXO akanguye oketa abantu; koko oti kuzo zonke intlanga amoyike, enze ubulungisa, ukolekile kuye.
Compare
Explore Izenzo zabapostile 10:34-35
2
Izenzo zabapostile 10:43
Yena lo bonke abaprofite bayamnqi̔nela, ukuba bonke abakolwayo kuye baya kwamkela ukuxolelwa kwezono ngalo igama lake.
Explore Izenzo zabapostile 10:43
Home
Bible
Plans
Videos