1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba sisisenzwa sake, sidalelwe imisebenzi elungileyo ku‐Kristu Yesu, eyabilungiselelwa pambili NGUTIXO, ukuze sihambe kuyo.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:10
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:8-9
Ngokuba nisindiswe lufefe ngalo ukolo; kungaveli nje oku ngokwenu, kusisipo SIKATIXO; kungengemisebenzi, ukuze kungaqa̔yiswa mntu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:8-9
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:4-5
kodwa UTIXO, etyebile etaṙwini nje, ngenxa yotando lwake olukulu owasitanda ngalo, kwa okuya sibe sifile ngeziposo zetu, wasipilisa kunye no‐Kristu, (nisindiswe lufefe,)
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:4-5
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:6
wasivusa kunye naye, wasihlalisa kunye naye kwezasezulwini indawo, ku‐Kristu Yesu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:6
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:19-20
Ngako ke, anisengabasemzini nabapambukeli, ningabobuzwe bunye kunye nabangcwele, nabendlu KATIXO, nakelwe nje pezu kwokuseka kwabapostile nabaprofite, yena u‐Yesu Kristu ngokwake elilitye eliyintloko yegumbi
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:19-20
Home
Bible
Plans
Videos