1
U‐Yisaya 62:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akuyi kubuya kutiwe ngawe, ungoshiyiweyo; nelizwe lako akuyi kubuya kutiwe ngalo, liyingcitakalo: koko uya kubizwa ngokuti, intando yam ikuyo; nelizwe lako ngokuti, ngumfazi otshatileyo: ngokuba UYEHOVA eya kukutanda, nelizwe lako loba litshatile.
Compare
Explore U‐Yisaya 62:4
2
U‐Yisaya 62:6-7
Pezu kwendonga zako, Yerusaleme! ndibamisile abalindi; imini yonke nobusuku bonke abayi kuti cwaka napakade: nina nikankanyayo UYEHOVA, ningati tu! kanjalo ningavumi ati tu yena, kude ayiqinise, nakude ayenze i‐Yerusaleme ibe yindunyiswa emhlabeni.
Explore U‐Yisaya 62:6-7
3
U‐Yisaya 62:3
Woba yikrone entle esandleni SIKAYEHOVA, nonkontsho lwobukumkani esandleni SOTIXO wako.
Explore U‐Yisaya 62:3
4
U‐Yisaya 62:5
Ngokuba, njengokuba indodana itshata nentombi ipela, kwa njalo onyana bako baya kutshata nawe; nanjengokuba umyeni egcoba pezu kwomtshakazi, kwa njalo UTIXO wako wogcoba pezu kwako.
Explore U‐Yisaya 62:5
Home
Bible
Plans
Videos