1
Incwadi ka‐Yakobi 2:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwa njalo nokolo, xeshekweni lungenayo imisebenzi, lufile, lulodwa nje.
Compare
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:17
2
Incwadi ka‐Yakobi 2:26
Ngokuba njengokuba umzimba ungenamoya ufile, kwa njalo ukolo lungenamisebenzi lufile nalo.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:26
3
Incwadi ka‐Yakobi 2:14
Kunceda nto nina, bazalwana bam! xeshekweni atshoyo umntu ukuti unalo ukolo, kodwa akanayo imisebenzi? ukolo olo lungamsindisa na?
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:14
4
Incwadi ka‐Yakobi 2:19
Uyakolwa ukuba UTIXO umnye; uyalungisa; ziti zona idemoni zikolwe nazo, zingcangcazele noko.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:19
5
Incwadi ka‐Yakobi 2:18
Koko kuya kuti umntu: Wena unokolo, nam ndinemisebenzi: ndibonise ukolo lwako lungenamisebenzi yako, nam ndiya kubonisa wena ngemisebenzi yam ukolo lwam.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:18
6
Incwadi ka‐Yakobi 2:13
Ngokuba eya kuba nokugwetywa okungenabubele lowo ungenzanga ngobubele: kanti ububele buyavuyelela ukugweba.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:13
7
Incwadi ka‐Yakobi 2:24
Niyabona ngako ukuba umntu uyagwetyelwa ngemisebenzi, kungengokolo lodwa.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:24
8
Incwadi ka‐Yakobi 2:22
Uyabona ukuba ukolo lube lusebenza kunye nemisebenzi yake, nokuba ngayo imisebenzi ukolo lwake lwafezekiswa.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 2:22
Home
Bible
Plans
Videos