1
Incwadi ka‐Yakobi 4:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako ke lulamelani kuye UTIXO. Maleni u‐Satane, waeya kunibaleka.
Compare
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:7
2
Incwadi ka‐Yakobi 4:8
Sondelani KUTIXO, waeya kusondela kuni. Hlambululani izandla, nina boni! nizicokise intliziyo, nina bantliziyo mbini!
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:8
3
Incwadi ka‐Yakobi 4:10
Zitobeni ebusweni bayo INKOSI, yaiya kunipakamisa.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:10
4
Incwadi ka‐Yakobi 4:6
Kodwa uyapa ufefe olukulu ngakumbi. Sitsho ngoko ukuti: UTIXO uyamelana nabaner̔atshi, kodwa abatobekileyo uyabapa ufefe.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:6
5
Incwadi ka‐Yakobi 4:17
Ngako owaziyo ukwenza okulungileyo, angakwenzi ke, kusisono kuye.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:17
6
Incwadi ka‐Yakobi 4:3
Niyacela, ningamkeli ke, ngokuba nicela kakubi, ukuze nici̔tele eziyolweni zenu.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:3
7
Incwadi ka‐Yakobi 4:4
Nina baṙexezi nabaṙexezikazi! anazi na ukuba ubuhlobo nelilizwe bububutshaba NOTIXO? Ngako osukuba efuna ukunga angaba sisihlobo selilizwe, uhlala elutshaba LUKATIXO.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:4
8
Incwadi ka‐Yakobi 4:14
ningakwazi nje kanti okwangomso: ngokuba bunjanina ubomi benu? bukwa yiyo inkungu ebonakalela ixeshana elincinane, ize yand’ ukuti shwaka
Explore Incwadi ka‐Yakobi 4:14
Home
Bible
Plans
Videos