1
Abagwebi 13:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba, bona ke, uya kumita, uzale unyana; kanjalo isitshetshe sokugugula asiyi kunyuka pezu kwentloko yake: ngokuba umntwana lowo eya kuba ngumnaziri KATIXO kwa sesizalweni; waye yena eya kuqala ukusindisa o‐Sirayeli esandleni sama‐Filistiya.
Compare
Explore Abagwebi 13:5
Home
Bible
Plans
Videos