1
Ivangeli ka‐Mateyu 13:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nowayehlwayelwa emhlabeni olungileyo, nguye lo oti ilizwi alive, aliqonde; oti kanjalo axakate izixakato, enze omnye ngokulikulu, nomnye ngokungamashumi matandatu, nomnye ngokungamashumi matatu.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:23
2
Ivangeli ka‐Mateyu 13:22
Nowayehlwayelwa endaweni yemitolo, nguye lo oti ilizwi alive; kanti isitukutezi selilizwe likoyo, nenkohliso yobutyebi, ziyaṙwisha ilizwi, lize liputiswe.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:22
3
Ivangeli ka‐Mateyu 13:19
Nxa sukuba umntu esiva ilizwi lobukumkani, engaqondi ke, uyeza okohlakeleyo, ahlute oko kuhlwayelweyo entliziyweni yake: nguye lo owayehlwayelwa ngasendleleni.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:19
4
Ivangeli ka‐Mateyu 13:20-21
Nowayehlwayelwa endaweni ebulwalwa, nguye lo oti ilizwi alive, asuke alamkele ngovuyo; koko engenangcambo pakati kwake, uyenza umzuzu kodwa; kuze kuti, kwakuhla imbandezelo umhlaumbi intshutshiso ngenxa yelizwi, asuke axakaniswe.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:20-21
5
Ivangeli ka‐Mateyu 13:44
Kanjalo ubukumkani bezulu bufana nendyebo ifihlelwe entsimini, ati akuyifumana umntu, ayifihle, aze ngovuyo lwake aye atengise ngako konke anako, ayitenge leyontsimi.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:44
6
Ivangeli ka‐Mateyu 13:8
Zawa nezinye emhlabeni olungileyo, zanika isiqa̔mo ke, olunye ngekulu, nolunye ngamashumi matandatu, nolunye ngamashumi matatu.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:8
7
Ivangeli ka‐Mateyu 13:30
ziyekeni zombini zimile ndawonye kude kuvunwe; nangexesha lokuvuna ndiya kuti kubavuni: Zibuteni tanci izizani, nibope zona ngezitungu zitshiswe; kodwa inqolowa yinlanganiseleni esiseleni sam.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 13:30
Home
Bible
Plans
Videos