1
Ivangeli ka‐Mateyu 15:18-19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanti izinto ezipumayo emlonyeni zivela entliziyweni, ziti ezo ke zinco̔lise umntu. Ngokuba kuvela entliziyweni izicamango ezikohlakeleyo, izibulalo, iziṙexezo, imibulo, izibo̔, ukunqi̔na okubuxoki, izigxeko
Compare
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 15:18-19
2
Ivangeli ka‐Mateyu 15:11
oko kungena emlonyeni akunco̔lisi umntu; oko kupuma emlonyeni, kuko oku okunco̔lisayo umntu.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 15:11
3
Ivangeli ka‐Mateyu 15:8-9
Ababantu bayasondela kum ngomlomo wabo, bandidumise ngenteto zabo, kanti intliziyo yabo iyakwelela kude kum: kodwa bafumana bendibedesha, befundisa ngezifundiso eziziziyalelo zabantu.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 15:8-9
4
Ivangeli ka‐Mateyu 15:28
Wandula wapendula u‐Yesu wati kuye: Hai, mfazi! lukulu ukolo lwako; makube njalo kuwe njengokutanda kwako. Yaza intombi yake yapiliswa kwa ngeloxeshana.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 15:28
5
Ivangeli ka‐Mateyu 15:25-27
Waselesiza wambedesha, esiti: Nkosi, ndisize! Koko wapendula wati: Akufanelekile ukuba kutatyatwe isonka sabantwana, siposwe ezinjeni. Wayesiti: Ewe, Nkosi! ngokuba nezinja zisitya kwimvutuluka eziwayo etafileni yabanini bazo.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 15:25-27
Home
Bible
Plans
Videos