1
Ivangeli ka‐Mateyu 4:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa wapendula wati: Kuba̔liwe ngokuti: Akungaso isonka sodwa aya kupila umntu, koko kungawo onke amazwi apumayo emlonyeni KATIXO.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:4
2
Ivangeli ka‐Mateyu 4:10
Wandula u‐Yesu wati kuye: Suka, Satane! ngokuba kuba̔liwe ngokuti: UYEHOVA, UTIXO wako, uya kumbedesha, umkonze yena yedwa.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:10
3
Ivangeli ka‐Mateyu 4:7
Wati u‐Yesu kuye: Kuba̔liwe kanjako ngokuti: Akuyi kumlinga UYEHOVA, UTIXO wako.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:7
4
Ivangeli ka‐Mateyu 4:1-2
WANDULA u‐Yesu wakatshelwa entlango NGUMOYA, ukuba alingwe ngu‐Satane. Wati akuba ezilile ukutya imini ezimashumi mane, nobusuku obumashumi mane, wada walamba.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:1-2
5
Ivangeli ka‐Mateyu 4:19-20
Wayesiti kubo: Yizani emva kwam, ndandiya kunenza abalobi babantu. Basuka bazishiya intambo, bamlandela.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:19-20
6
Ivangeli ka‐Mateyu 4:17
Kwa oko waqala u‐Yesu ukushumayela nokuti: Guqukani; ngokuba ubukumkani bezulu sebukufupi.
Explore Ivangeli ka‐Mateyu 4:17
Home
Bible
Plans
Videos