1
Ivangeli ka‐Maraki 1:35
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza wati kwakuza kusa, wavuka kusesebusuku kanye, wapuma, wemka waya endaweni elubala, watandaza kona apo.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:35
2
Ivangeli ka‐Maraki 1:15
esiti nokuti: Ixesha lizalisekile; buse bukufupi ubukumkani BUKATIXO: guqukani, nikolwe evangelini.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:15
3
Ivangeli ka‐Maraki 1:10-11
Waza wati esel’ enyuka emanzini, wabona izulu licandekile, NOMOYA njengehobe esihla pezu kwake. Kanjalo leza ilizwi livela ezulwini, lisiti: Wena ungunyana wam otandiweyo, endikolisiweyo kakuhle nguye.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:10-11
4
Ivangeli ka‐Maraki 1:8
Mna okunene ndinibapitizeshile ngamanzi; kodwa yena wonibapitizesha NGOMOYA OYINGCWELE.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:8
5
Ivangeli ka‐Maraki 1:17-18
Waza wati kubo u‐Yesu: Yizani emva kwam, ndandiya kunenza nibe ngabalobi babantu. Basebesuka bazishiya intambo zabo, bamlandela.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:17-18
6
Ivangeli ka‐Maraki 1:22
Baye bemangaliswa ke pezu kwesifundiso sake; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, bekungenjengababa̔li.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 1:22
Home
Bible
Plans
Videos