1
Ivangeli ka‐Maraki 11:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngenxa yoku nditi kuni: Zonke izinto enisukuba nizicela nitandaza, kolwani ukuba niyazamkela, naniya kuba nazo.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:24
2
Ivangeli ka‐Maraki 11:23
Ngokuba ngokwenene ndisiti kuni: Osukuba esiti kulentaba: Yiba ususwa, uposelwe elwandle; aze angatandabuzi entliziyweni yake, koko akolwe ukuba izinto azitetayo ziyenzeka; uya kuba nako oko asukuba esitsho kona.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:23
3
Ivangeli ka‐Maraki 11:25
Naxeshekweni nimi nitandaza, xolelani, ukuba ninendawo ngasemntwini; ukuze ati NOYIHLO osezulwini anixolele nina iziposo zenu.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:25
4
Ivangeli ka‐Maraki 11:22
Waza wapendula u‐Yesu wati kubo: Yibani nokolo KUTIXO.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:22
5
Ivangeli ka‐Maraki 11:17
Wati kanjalo wafundisa, esiti kubo: Akuba̔liwe na ukuti: Indlu yam iya kubizwa ngokuti yindlu yokutandaza kuzo zonke intlanga? kanti nina niyenzile umqolomba wamabada.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:17
6
Ivangeli ka‐Maraki 11:9
Baza abo babe behamba pambili, nabo babe belandela, badanduluka, besiti: Hosana! Makatanyusanqeliswe ozayo egameni LIKAYEHOVA!
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:9
7
Ivangeli ka‐Maraki 11:10
Mabutanyusanqeliswe ubukumkani bobawo wetu u‐Davide, obuzayo egameni LIKAYEHOVA! Hosana enyangweni yapezulu!
Explore Ivangeli ka‐Maraki 11:10
Home
Bible
Plans
Videos