1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ndinokutemba kwa yona lento, ukuba lowo uqalileyo kuni umsebenzi olungileyo, uya kuwufeza kude kube ngumhla ka‐Yesu Kristu
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:6
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:9-10
Kanjalo oku ndiyakutandazela, ukuba utando lwenu lukolise ukwanda ngento enkulu kakulu ngakumbi ekwazini nakuko konke ukuva, ukuze niziqiqe izinto ezigqitiseleyo, ukuba nibe ningcwengekile ningenatyala kude kube semhleni ka‐Kristu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:9-10
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:21
Ngokuba kum ukudla ubomi kungu‐Kristu, nokufa kuyinzuzo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:21
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:3
Ndiyabulela KUTIXO wam pezu kwako konke ukunikumbula kwam
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:3
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:27
Kupela ke, ukuzipata kwenu makube kokufanele ivangeli ka‐Kristu; uknze nditi, nokuba ndiyeza ndinibone, nokuba ndihlala ndingeko, ndikuve okwenu, ukuba nimi emoyeni mnye, nizamela ukolo lwevangeli kwa kunye ngentliziyo nye
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:27
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:20
njengokwokulangazelela nokutemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto, koko ukuba ngokukalipa konke, njengasemaxesheni onke, kwa njalo nakaloku, u‐Kristu uya kuzukiswa emzimbeni wam, nokuba kungokudliwa kwobomi, nokuba kungokufa.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:20
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:29
ngokokuba kwapiwa nina ukuti ngenxa ka‐Kristu, kungabi kukuba nikolwe kuye kodwa, kukuba niti kanjako ngenxa yake nive intlungu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:29
Home
Bible
Plans
Videos