1
Imizekeliso 12:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Isitukutezi entliziyweni yomntu siyayitobisa; kodwa ilizwi elimnandi liyayivuyisa.
Compare
Explore Imizekeliso 12:25
2
Imizekeliso 12:1
OTANDA imfundiso, uyatanda ukwazi; kodwa otiyayo ukwohlwayiwa, ungodolileyo.
Explore Imizekeliso 12:1
3
Imizekeliso 12:18
Kuko obobayo njengokuhlaba kwesiṙele; kodwa ulwimi lwabalumkileyo luyimpiliso.
Explore Imizekeliso 12:18
4
Imizekeliso 12:15
Indlela yehilihili ifanelekile kwawalo amehlo; kodwa opulapulayo icebo ulumkile.
Explore Imizekeliso 12:15
5
Imizekeliso 12:16
Ihilihili ukuqumba kwalo kuhla kwaziwe; kodwa otelekelelayo uyagubungela ihlazo.
Explore Imizekeliso 12:16
6
Imizekeliso 12:4
Umfazi otembekileyo uyikrone yendoda yake; kodwa lowo uhlazisayo, unjengokubola ematanjeni ayo.
Explore Imizekeliso 12:4
7
Imizekeliso 12:22
Umlomo wobuxoki uyintshontsho KUYEHOVA; kodwa abenza ngenyaniso bayimvuyiso kuye.
Explore Imizekeliso 12:22
8
Imizekeliso 12:26
Olungileyo uyamalatisa ummelwane wake; kodwa indlela yabakohlakeleyo iyabalahlekisa.
Explore Imizekeliso 12:26
9
Imizekeliso 12:19
Umlomo wenyaniso uya kuqiniswa kude kube ngunapakade; kodwa ulwimi lwobuxoki, kude kupanyazwe kupela.
Explore Imizekeliso 12:19
Home
Bible
Plans
Videos