1
Imizekeliso 18:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukufa nokudliwa kwobomi kusemandleni alo ulwimi; nabo balutandayo, baya kudla isixakato salo.
Compare
Explore Imizekeliso 18:21
2
Imizekeliso 18:10
Igama LIKAYEHOVA liyinqaba yamandla; olungileyo uyabalekela kuyo, anqabe ke.
Explore Imizekeliso 18:10
3
Imizekeliso 18:24
Umntu onezihlobo ezininzi wozifaka engozini; kodwa kuko umhlobo ogqitisele umzalwana ngokunamatela.
Explore Imizekeliso 18:24
4
Imizekeliso 18:22
Ofumene umfazi, ufumene into elungileyo; uzuzile imbuko KUYEHOVA.
Explore Imizekeliso 18:22
5
Imizekeliso 18:13
Onika impendulo ngendawo engekayivanga, oko kububudenge kuye nehlazo.
Explore Imizekeliso 18:13
6
Imizekeliso 18:2
Isidenge asinyamekeli ukuqonda, sinyamekela ukuzityila kwentliziyo yaso kodwa.
Explore Imizekeliso 18:2
7
Imizekeliso 18:12
Ingekabiko imbujiswa, intliziyo yomntu inokuqanqalaza; kanjalo, lungekabiko udumo, luko ululamo.
Explore Imizekeliso 18:12
Home
Bible
Plans
Videos