1
Amaculo 138:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nxa ndihamba pakati kwobunzima, wondipilisa; uya kwolula isandla sako ngakuwo umsindo wentshaba zam, sasiya kundisindisa isandla sako sokunene.
Compare
Explore Amaculo 138:7
2
Amaculo 138:3
Emhleni ndabizayo wandula wandipendula; wandomeleza ngamandla empefumlweni wam.
Explore Amaculo 138:3
3
Amaculo 138:1
NDOKUDUMISA ngayo yonke intliziyo yam: ebusweni babo otixo ndoculela wena.
Explore Amaculo 138:1
Home
Bible
Plans
Videos