1
Amaculo 14:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
IGEZA liti entliziyweni yalo: Akuko TIXO. Bonakele, benze izenzo ezizondekileyo; akuko owenza okulungileyo.
Compare
Explore Amaculo 14:1
2
Amaculo 14:2
UYEHOVA esezulwini wakangela pantsi pezu kwonyana babantu, ukubona ukuba kuko na oqondayo, ofuna UTIXO.
Explore Amaculo 14:2
3
Amaculo 14:3
Bapambukile bonke, badlubukile kunye; akuko owenza okulungileyo, noko amnye.
Explore Amaculo 14:3
Home
Bible
Plans
Videos