1
Amaculo 22:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
TIXO wam, TIXO wam! undishiyile nganina? ukude nganina ekusizweni kwam, nasemazwini okukala kwam?
Compare
Explore Amaculo 22:1
2
Amaculo 22:5
Balilela kuwe, basindiswa ke; batembela kuwe, abadaniswa ke.
Explore Amaculo 22:5
3
Amaculo 22:27-28
Zonke izipelo zomhlaba zokumbula zibuyele KUYEHOVA: zonke izizalwane zezizwe zobedesha ebusweni bako. Ngokuba ubukumkani bo BUKAYEHOVA: nguye umpatibukosi pakati kwezizwe.
Explore Amaculo 22:27-28
4
Amaculo 22:18
Bayabelana izivato zam; napezu kwengubo yam bayenza amaqashiso.
Explore Amaculo 22:18
5
Amaculo 22:31
Baya kuza, bashumayele ubulungisa bake ebantwini abaya kuzalwa, ukuba wenzile oku.
Explore Amaculo 22:31
Home
Bible
Plans
Videos