1
Amaculo 67:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
WANGA UTIXO angasipata ngofefe, asitamsanqelise, enze ubuso bake bukanye ngakuti. Sela.
Compare
Explore Amaculo 67:1
2
Amaculo 67:7
UTIXO uya kusitamsanqelisa; zaziya kuti zonke incam zomhlaba zimoyike.
Explore Amaculo 67:7
3
Amaculo 67:4
Intlanga mazivuye zigcobe nokugcoba; ngokuba uya kugweba abantu ngokulungileyo, ukokele intlanga ezisemhlabeni. Sela.
Explore Amaculo 67:4
Home
Bible
Plans
Videos