1
Amaculo 77:11-12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
izenzo ZIKAYEHOVA ndozikumbula; ngenyaniso ndokumbula imimangaliso yako yakudala. Ndandiya kucinga konke ukwenza kwako, nditete ngemisebenzi yako.
Compare
Explore Amaculo 77:11-12
2
Amaculo 77:14
Wena UNGUTIXO owenza okungummangaliso; ubonakalisile amandla ako pakati kwezizwe.
Explore Amaculo 77:14
3
Amaculo 77:13
Indlela yako, TIXO! isendaweni eyingcwele: ngubanina o NGUTIXO omkulu njengaye UTIXO?
Explore Amaculo 77:13
4
Amaculo 77:1-2
NDAKALA KUTIXO ngelizwi lam, kwa KUTIXO ngelizwi lam, wandinika indlebe ke. Ngemini yobunzima bam ndafuna INKOSI; isandla sam solulwa ebusuku, asayeka; umpefumlo wam wala ukututuzelwa.
Explore Amaculo 77:1-2
Home
Bible
Plans
Videos