1
Isityilo sika‐Johane 3:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bona ke, ndimi ngaselucangweni, ndiqongqota nokuqongqota: xeshekweni umntu evayo ilizwi lam, avule ucango, ndiya kungena kuye, ndidle naye, ati yena adle nam.
Compare
Explore Isityilo sika‐Johane 3:20
2
Isityilo sika‐Johane 3:15-16
Ndiyazi imisebenzi yako, ukuba akubandi, akushushu kanjako; akwaba ububanda, umhlaumbi ubushushu! Kwa njalo ke, ngokokuba ulidikidiki, ungabandi nje, ungashushu kanjako, ndiya kukuhlanza emlonyeni wam.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:15-16
3
Isityilo sika‐Johane 3:19
Abo sukuba ndibatanda, ndiyabatetisa ndibohlwaye: zondelela ngoko, uguquke.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:19
4
Isityilo sika‐Johane 3:8
Ndiyazi imisebenzi yako; bona ke, ndinikile pambi kwako ucango oluvulekileyo, ekungeko ongaluvalayo, ngokuba unawo amandla amancinane, nelizwi lam uligcinile, negama lam akulikanyelanga.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:8
5
Isityilo sika‐Johane 3:21
Owoyisayo ndiya kumnika ukuba ahlale nam eteroneni yam, njengokuba nam ndoyisayo, ndaza ndahlala NOBAWO eteroneni yake.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:21
6
Isityilo sika‐Johane 3:17
Ngokokuba usiti: Ndityebile, sendizuze ubutyebi, andiswele luto ke; ungazi kanti ukuba unguye olusizi, okedamelekayo, olihlwempu, oyimfama, ozé
Explore Isityilo sika‐Johane 3:17
7
Isityilo sika‐Johane 3:10
Ngokokuba uligcinile ilizwi lomonde wam, kwa nam ndokugcina wena kulo ixeshana lokulingwa, eliya kuza pezu kwelimiwayo lonke, ukuza kulinga abo bemiyo pezu kwomhlaba.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:10
8
Isityilo sika‐Johane 3:11
Bona ke, ndiyeza msinya: bamba oko unako, ukuze kungabiko otabata isitsaba sako.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:11
9
Isityilo sika‐Johane 3:2
Yiba ulinda, uziqinise izinto eziseleyo, ezo ziza kufa: ngokuba ndingafumananga imisebenzi yako ukuba izalisekile ebusweni BUKATIXO.
Explore Isityilo sika‐Johane 3:2
Home
Bible
Plans
Videos